Oosomashishini base Gcuwa bathiwe Jize ngoo matshoni bokuthunga Namhlanje

Kubekho ingoma, umjuxuzo kunye nomkhwazo xa abarhwebi abasibhozo baseGcuwa befumana iiseti ezipheleleyo zoomatshini bokuthunga bemizi-mveliso, iitafile zemizi-mveliso kunye nezinto zokuthunga ezixabisa kakhulu emva kokungenelela kwesebe loPhuhliso loQoqosho noCwangciso loMasipala waseMnquma, iSebe loPhuhliso loQoqosho nokuSingqongileyo. IMicimbi noKhenketho kuquka neQumrhu loPhuhliso leMpuma Koloni.

I-DEDEAT ithe ungenelelo lujolise ekudambiseni impembelelo ye-Covid 19 kunye nokunceda loo mashishini athe afumana ilahleko ngexesha lokuvalwa kwesithuba seminyaka emibini ukuba aphinde abuyele ezinyaweni zawo kwakhona.
Umrhwebi ongekho sikweni uBulelwa Mgwatyu (ohleli phantsi) welokishi yaseMchubakazi ungqongwe zizithwalandwe eziquka uSodolophu waseMnquma uCeba uTunyiswa Manxila-Nkamisa, iNtloko yeSebe le-LED uCeba Thobeka Bikitsha, uManejala kaMasipala uSilumko Mahlasela kunye noMlawuli weDEDEAT kwisithili saseAmathole uVuyelwa Mantyi ngethuba kumsitho wokunikezela ngokusesikweni. eyayibanjwe
kwiholo yedolophu yaseGcuwa

Nonele Nkothana
09- Canzibe

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA