Ulindeleke ukuba afake isicelo sebheyile umnini wefama ojongene nezityholo zokuxhwila kunye nokubulala.

By Anita Qubula

UMnini fama uReinhardt Steyn, otyholwa ngokuxhwila, ukubetha kunye nokubulala abantu ababini abarhanelwa ukuba bangamasela emfuyo kulindeleke ukuba aqhubeleke nokufaka isicelo sebheyile kwinkundla kamantyi yaseMiddelburg namhlanje.

UMnini-fama kunye nabasebenzi bakhe abathathu babanjwa kweyeThupha emva kokuba amapolisa efumene amathambo ekukholelwa ukuba ngawomadoda amabini kwindlela u-R575, eMiddelburg.

Omnye wabatyholwa kweli tyala, ongummi waseMalawi, uyilahlile ibheyile njengoko efunyenwe enetyala lokwaphula umthetho wokundwendwela kwabantu abavela kwamanye amazwe kwiiveki ezimbini ezidlulileyo yiNkundla kaMantyi yaseGroblersdal eLimpopo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
34 ° C
34 °
34 °
33 %
3.2kmh
53 %
Fri
34 °
Sat
29 °
Sun
18 °
Mon
19 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA