Owayephumelele ‘Idols SA Season9’ uMusa Sukwene uzibophelele ngeqhina lo mtshato.

By Sophumelela Singqoto

UMusa Sukwene we’Idols South Africa’ uzimanye ngeqhina lo mtshato neqabane lakhe, uTshiamo Makama.

IMifanekiso yesi sibini sitshatileyo ziqhelekile kwi-intanethi, emva kokuba umyili u-B Mashilo Designs, wabelane ngamaxesha osuku olukhulu, njengoko ebonisa umsebenzi wakhe wamva nje.
UBonolo Mashilo we-BMashilo Designs ophuma kwilali encinci yaseLimpopo ebizwa ngokuba yiDennilton, ebesenza amaza, xa kufikwa kwiimpahla zomtshato zesintu kwaye usebenze noongqa phambili boMzantsi Afrika abafana noMakhadzi.

“Mnu noNksk Sukwene
“Enkosi ngokusithemba ngosuku lwakho olukhulu @musathevoice @tshi.amo” funda umbhalo kwiposti kaMashilo’.

Imvumi egama linguKwesta kunye nenkosikazi yakhe uYolanda Vilakazi bebezimase lo mbhiyozo kwaye babonisa iimpahla zabo kulo msitho. Esi sibini kulo nyaka, samkele umntwana oyintombazana. UMusa nenkosikazi yakhe kuthiwa bazimnaye ngomtshato ekhusini kule mpelaveki iphelileyo bebebhiyoza neentsapho kunye nabahlobo babo.

Umculi uthanda ukugcina ubomi bakhe babucala kwaye ubomi iinkcukhaca ngobomi bakhe zingathi pahhaaa esidlangalaleni.

“Ubesoloko enguloo mntu. Akazange athande ukuba nobomi bakhe babucala ukuze busetyenziswe luluntu. Nangomtshato, nangona bengazange babe nombhiyozo omkhulu womtshato, wenza yonke into ngokufanelekileyo.

“Ukwindawo entle, wonwabile kwaye yena noTshiamo bamkele nje umntwana wabo oyintombazana oneenyanga ezimbalwa ngoku,”

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
11.3 ° C
11.3 °
11.3 °
87 %
2.5kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
33 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA