Umphathiswa weezemisebenzi nezimbiwa utyelele e ICC eMonti

UMphathiswa wezeNgqesho nezaBasebenzi, okwalilungu lePalamente uThulas Nxesi ebambisene neNkulumbuso yaphondo leMpuma Koloni uOscar Mabuyane kunye norhulumente wephondo usungule iinkqubo ezingamashumi amathathu anesithathu (33) zokuqaliswa komsebenzi kwiholo yeSixeko saseMonti i-ICC. Lenkqubo kulindeleke ukuba iqalise ngoLwesihlanu umhla weshumi elinethoba ka-Epreli 2024 ngentsimbi yesibhozo kusasa.

Ukuphehlelelwa kuya kuqhutywa njengeseshoni yesidlo sakusasa kumajelo eendaba, kwaye kuyinxalenye yesizwe, ukuqaliswa kwesicwangciso sokudala amathuba engqesho angaphezu kwamawaka angamakhulu asixhenxe (700 000) kulo lonko ilizwe.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
18.2 ° C
18.2 °
18.2 °
93 %
2.8kmh
100 %
Sun
25 °
Mon
23 °
Tue
32 °
Wed
19 °
Thu
17 °

EZITHANDWAYO INDABA