Umphathiswa weMfundo ePhakamileyo uyayibulela indima edlalwa nguSETA.

UMphathiswa weMfundo ePhakamileyo noQeqesho, iNzululwazi noTshintsho uBlade Nzimande uthi iyamvuyisa into yokuba iSector Education and Training Authority (SETAs) yakhe yenze ubudlelwane obuluqilima neekholeji zeTVET ukuzama ukulwa nomngeni wentswela-ngqesho kweli lizwe.

Ethetha ngexesha leNgqungquthela yeZakhono zeSETA eBoksburg eGauteng e-Eastrand, uNzimande uthi iiSETA zidlala indima ebalulekileyo ekutshintsheni ukusuka kumaziko emfundo ephakamileyo ukuya emsebenzini.

“Owona mceli mngeni mkhulu esijongene nawo kwilizwe lethu yinto esiyibiza ngokuba yinguqu ukusuka kwiziko lemfundo ukuya emsebenzini. Olo tshintsho yenye yezona zinto zingumngeni esijongene nazo kwaye ii-SETA ngama-internship kunye noqeqesho phakathi kwezinye zezinto ezibaluleke kakhulu ekunciphiseni intswela-ngqesho.”

Anita Qubula

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
23.5 ° C
23.5 °
23.5 °
57 %
3.6kmh
86 %
Sun
24 °
Mon
23 °
Tue
23 °
Wed
31 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA