Umqolo uphandle kwabagwetyelwe ukudlwengula.

Uluhlu lwabo bagwetyelwe ukuxhaphaza ngokwesondo luzobekwa elubala lubonwe ngabantu ngaphandle kokusokola.

Oku kulindeleke kwenzeke ngempela nyanga esijonge kuyo kulandela inyathelo elitsale ixesha elide lamaqela alwela abantu (Advocacy group).

Ingxelo ezothusayo ezivezwe luphando zibhence ukuba ngootitshala abaqabele ngaphaya kwe-16 000 abanamatyala kumatyala aquka ukuxhaphaza ngokwesondo ukuya ekubulaleni abanye abantu.

Ijelo leendaba SABC news icaphule yathi, uJuanita du Preez, osisithethi se-Action Society esithi isibhengezo sokuthiwa paha koluluhlu sibothusile emva kweminyaka besilwa idabi lokuvezwa elubala kwayo.

Uluntu luzokwazi ukuzibonela ngoobani abanamagama avela koluluhlu. Ukanti ekuqaleni bekufuneke umntu afake isicelo ukujonga igama lomntu othile ogwetyelwe ukuxhaphaza ngokwesondo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA