Uqeqesho lweSAPS luyaqala emva kogqabhuko lombhobho werhasi ePitoli.

INkonzo yamaPolisa oMzantsi Afrika (SAPS) ithi ngabafundi abangamawaka amabini anamakhulu amahlanu (2 500) abathe baphinda baqhuba iinkqubo zabo kwiziko loqeqesho elisePitoli.

Bakhutshiwe izolo emva kokugqabhuka kombhobho werhasi kwisakhiwo esikufutshane nendawo yoqeqesho.

Isithethi sikaZwelonke lesiPolisa u-Athlenda Mathe uthi uqeqesho luqalile kwaye abaqeqeshwa be-SAPS babuyele kumagumbi okufundela.

UMathe uthe, I-SAPS iyayibulela impendulo ekhawulezileyo yeSebe lezoMlilo laseTshwane kunye neCandelo leeNkonzo eziNgxamisekileyo ekucimeni umlilo kwisakhiwo esikufuphi nesikolo soQeqesho saseTshwane izolo. Bonke abasebenzi kwesisikolo nabo babuyele emsebenzini.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
19.4 ° C
19.4 °
19.4 °
87 %
3.6kmh
27 %
Fri
20 °
Sat
28 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °

EZITHANDWAYO INDABA