Ojongene nezityholo zokudlwengula, uSipho Phiri ulindeleke enkudleni ngale ntsasa.

By Anita Qubula

Ityala lotyholwa ngoba ngumdlwenguli waseThembisa uSipho Lucas Phiri kulindeleke ukuba liqalise kusasa namhlanje.

UPhiri utyholwa ngokwenza ulawulo lobugrogrisi phakathi konyaka ka2018 ukuya ku2023. Utyholwa ngokudlwengula abasetyhini abamalunga namashumi amathathu anesixhenxe (37), abanye ngama ntombi asafikisayo.

I-DNA eyafunyanwa kumaxhoba ngokuqinisekileyo imdibanisa namatyala angamashumi amabini ananye (21).

Lo nogada wakwaPrasa nongumfundi wezomthetho kutyholwa ngokuba watsalela amaxhoba akhe emotweni yakhe phambi kokuba awahlasele.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
24.7 ° C
24.7 °
24.7 °
71 %
2.8kmh
76 %
Sat
24 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
28 °

EZITHANDWAYO INDABA