Akasekho emhlabeni uPatric Shai

Ilizwe loMzantsi Afrika lisothukile zindaba zokubhubha komnye wabo bathe bazenzela igama kwimidlalo yeqonga kamabona kude, ogama linguPatri Shai. Usapho lwakhe luqinisekise konondaba beli ukuba usweleke ngenene uPatric ngentsasayangoMnamhlanje uMgqibelo umhla we(22 January 2022).

UPatrick Shai waziwa kakhulu ngendima yakhe ayidlale kwiinkqubo zikamabonakude ezifana noGenerations, Soul City kunye neZero Tolerance ukubalula ezimbalwa.

Sithi makalale ngoxolo kuba ugqatso lwakhe uluvezile.

Okwangoku amalungiselelo omngcwabo awakachazwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.1 ° C
17.1 °
17.1 °
87 %
1.2kmh
94 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA