Abahlali badikwe yiyokosa bezama ukwenza okohlule amapolisa.

Libanjiwe ngabahlali ixhego elityhwa ngokudlwengula libulale uAmahle Tyityaba wakuCentane.

Elixhego libanjwe ngabahlali abebelugcwabevu ngumsindo emva kokuba lendoda iye yakhululwa ngamapolisa kuba esithi abukho ubugqina obupheleleyo. Ingxelo zithi iNkosi yasekuhlaleni isabele ikhwelo elityhola ngokubonwa kwalotata ethwabaza phakathi koluntu, ntoleyo ekhokele ukuba abahlali badibane ngaye ukuze abanjwe ngelinge lokujzenzela ubulungisa ngakuye ngenxa yesono asenzileyo kodwa kwagqitywa kelokuba asiwe emapoliseni kwakhona.

Sithetha nje lendoda ilinde ukuvela phambi kwenkundla kamatyi ngetyala lokudlwengula ze ubulale umtwana nominyaka ilishumi elinesine(14) ubudala.

Usapho lwakhe, ingakumbi uMakhulu obekhulisa lentwazana kuquka nabanye abazukulwane uthi udandathekile kakhulu nanjengoko lentwazana ibiyeyona imncedisayo endlini.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
18 ° C
18 °
18 °
91 %
1.8kmh
100 %
Sat
18 °
Sun
20 °
Mon
21 °
Tue
22 °
Wed
30 °

EZITHANDWAYO INDABA