Umtu ngumtu ngabantu.

Umtu ngumtu ngabantu.

Oku kucace gca ngosuku lwesikhumbuzo sokuzalwa(18 July) kukaNelson Mandela nowayesakuba nguMongameli weli loMzantsi Afrika kanye kwakuphuma isandla sokuphathwa nguRhulumente wobandlululo.

Ifandesi negama iGwiba leSizwe ibityelele isikolo samabanga aphantsi iLukhanyo, nenzinze kumhlaba waseNgqamakwe. IGwiba lesizwe beliphelekwa yiKumkani yeSizwe samaXhosa uNonzuzo Sigcau; uMaspala wesithili seAmathole kunye noninzi loonyawontle.

Eliphulo nelinjongo yalo kukuxhobisa abantwana ukukulwa ukuhlukunyezwa kwabantu ngokwesini nobundlobongela obugqubayo kweli. Uluntu lizibone lincumile kakhulu nanjengoko bebephiwe izipho. Kaloku kunikezelwe ngeziqhusheki zangaphantsi(sanitary towels) zamanina, isephu zokuhlamba kuquka ne(Computer) ukuncedisa isikolo ngezobuchwephetsha balemihla.

Abahlali nabo be ezimasile lemini inkulu kangaka neniququzelelwa yiQueens Desk.

 

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
23.6 ° C
23.6 °
23.6 °
73 %
3.9kmh
43 %
Fri
22 °
Sat
27 °
Sun
18 °
Mon
22 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA