26.4 C
King William's Town
Sunday, July 20, 2025

Abahlali bePhondo laseMpuma Koloni bakhalazela ukungabikho kwezikhululo zama Polisa ePhondweni.

Abahlali belali zeliphondo bathi abanazo izikhululo zama polisa ezaneleyo ephondweni.

Abahlali base-Tylden phantsi koMasipala iChris Hani District Municipality baxhomekeke kwiForum ukuze kulunge ingxaki abadibana nazo.

Amapolisa athi ezinye zengxaki abadibana nazo ezilalini kukuba kude kwendawo ababizwa kuzo kwaye kubanzima nokufumana indawo ababizelwa kuzo.

Othethela umnyango wezokuphepha uSandiso Mlete uthi amalalungu omphakathi akhe adibana abambisana ukulwisana nobugebenga endawemi zabo.

Uqube wathi ukuzimisela kwama lungu omphakathi kungayinto ehlisa izinga lo bugebenga ngoba ngabona bantu abasoloko bekhona kunamapolisa, kodwa kubuye ibe ngumphakathi ongafuni ukusebenzisana nama polisa.

Uqinisekise ukuba abahlali mabazimisele ekuchazeni iindawo ezithengisa iziyobisi kanye nabantu abazithengisayo kunye notywala obungekho mthethweni.

Uvale ngelithi xa ubugebenga bungaxelwa, amapolisa awazubana lwazi, kwaye bungancipha ubugebenga xa abantu benochaza into abayibonileyo.

Ongeziwe Ntondini

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
26.4 ° C
26.4 °
26.4 °
23 %
5.5kmh
66 %
Sun
27 °
Mon
21 °
Tue
12 °
Wed
23 °
Thu
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks