Abantu abahlanu bazakuvela enkundleni emva kohlaselo kwisikolo esiseKatlehong.

Kulindeleke abarhanelwa abahlanu (5) kwinkundla kamantyi yasePalm Ridge ngale ntsasa.

Abarhanelwa abahlanu babanjwe kwiikhamera bengena kwisikolo samabanga aphantsi iMatshidiso, eKatlehong. Eli qela, liquka uMfundisi Mboro wenkonzo i-Incredible Happenings, libonwe lingena kumasango esikolo liphethe oocelemba nemipu.

Esi sihlanu sijongene nezityholo zokubetha ngokumasikizi, ukonakalisa impahla kunye nokoyikisa.

Kusenjalo, abahlali baseKatlehong abaye banomsindo emveni kwesisehlo, batyholwa ngokutshisa icawa kaMfundisi uMboro i-Incredible Happening.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
20.6 ° C
20.6 °
20.6 °
89 %
2.4kmh
60 %
Sat
28 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
15 °

EZITHANDWAYO INDABA