Abarhanelwa abathathu badutyulwe babhubha kungquzulwano namapolisa

By Nyameka Lamani 

Badutyulwe babulawa abarhanelwa abathathu kungquzulwano namapolisa kwingingqi yasePhelandaba eManguzi ngeCawe umhla wamashumi amathathu(30)kweyeNkanga ka 2025.

Ababarhanelwa bebefunwa ngamapolisa ngamatyala amathathu okubulala enziwa eManguzi ngo2023 kunye nelinye lokubulala elenzeka eNgwavuma kweyeDwarha ngo2025.

Amapolisa afumene ingxelo yobuntlola ethi abarhanelwa abafunwayo ngabasePhelandaba nalapho amapolisa afika,abarhanelwa badubula ze amapolisa abuyisa. abarhanelwa ababini babhubhele kwindawo yexhwayelo abane basiwa kwiziko lezempilo elikufutshane nalapho umrhanelwa omnye wafunyanwa ebhubhile.Kufunyenwe imipu emibini kubarhanelwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA