Abasebenzi bakaRhulumente bazibeke phantsi iintambo namhlanje kuqhankqalazo lokonyuswa kwemivuzo yabo

Kuthande ukubanzima eMzantsi Afrika, ingakumbi kwelixesha apho nobuRhulumente bubonakala bumadol’wanzima ekukhokeleni nokuzisa iinkonzo eluntwini.

Amakhulu-khulu abasebenzi bamacandelo ahlukeneyo kaRhulumente uMzantsi Afrika uphela agqibe kwelikuba abeke phantsi iintambo namhlanje kuba beqhakqakaza. Oluqhankqalazo noluphenjelelwa zizikhalazo zokungahoywa nguRhulumente, luchaphazela abemi beli. Abasebenzi bakaRhulumente kuKomani bathi bafuna uRhulumente anyuse imibuzo yabo ngo10% kwaye afake imali engange R2500 ukuncedisa kubhatalo lwezindlu zabo(housing allowance) bakwathe nemfundo nayo ukuthulumente makayihoye onyuse imali yenkxaso yemfundo(bursary)

Sithetha nje amadolo phezulu kwiidoliphu ezithile kweli loMzantsi Afrika abasebenzi besithi balwela amalungelo abo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
24.7 ° C
24.7 °
24.7 °
71 %
2.8kmh
76 %
Sat
24 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
28 °

EZITHANDWAYO INDABA