AMAPOLISA AFUNISA NGOWASETYHINI OLAHLEKILEYO.

Amapolisa acela uncediswa luluntu ekukhangeleni owasetyhini oneminyaka engamashumi amathathu anesithathu (33) ubudala u-Ongezwa Ngqiqo Rasmeni nowagqityelwa ukubonwa ngomhla wesithathu (06) kweyoMnga ngo-2023 kwindawo awayehlala kuyo kwisitalato iGrey kuKomani.

U-Ongeziwe Ngqiqo Rasmeni ngowaseNgcobo.

Ngokweenkcukacha, kutyholwa ukuba ngalo mhla ukhankanyiweyo, uOngeziwe waphuma kunye nomhlobo wakhe, kwaye akazange aphinde abuye de kube ngoku. Uphando lokuqala lwenziwa ngaphandle kwempumelelo.

Amapolisa acela nabani na onokuba nenkcazelo ngokuduka kwakhe ukuba atsalele umcuphi uSajini uZamikhaya Madikane waseKomani SAPS ku-073 559 7069 / 045 808 6029 okanye inombolo yethu ye-SAPS CrimeStop 08600 10111.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA