Amapolisa ase Lusikisiki afunisa ngosapho lowasetyhini ekufunyenwe isidumbu sakhe eNew Town

By Nyameka Lamani 

Amapolisa aseLusikisiki acela uncedo kuluntu ukuba kufunyanwe usapho lowasetyhini ekubhaqwe isidumbu sakhe ngomhla wesibini(02) kweyeNkanga ka 2025,ngentsimbi yesithathu emini emva kwemini(15:40). Lo mzimba ufunyenwe eNew Town, kufutshane nendawo yamangcwaba efihlwe phakathi kwamatyholo.

Eli bhinqa kukholelwa ukuba lineminyaka emalunga namashumi amathathu(30) ubudala, linedreadlocks, kwaye linolusu olukhanyayo kancinane. Abasemagunyeni bathe kubonakala ngathi ukrwitshiwe,waye nayo nemikrwelo ezingalweni zakhe. Kufutshane nomzimba wakhe, amapolisa afumanisa iikhondom ezisetyenzisiweyo, ezinokuthi zibalulekile kuphando.

Amapolisa abongoza nabani na onolwazi malunga nomntu olahlekileyo ohambelana nale nkcazo ukuba aqhagamshelane nabacuphi besikhululo samaPolisa saseLusikisiki. Bajonge ukuchonga umntu oswelekileyo kwaye baqokelele naziphi na izinto ezinakuthi zincede ukusombulula eli tyala. Uncedo lwabahlali lunokuba lunokunceda ekunikeni usapho lwexhoba uxolo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.3 ° C
20.3 °
20.3 °
91 %
0.4kmh
96 %
Sat
27 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
25 °

EZITHANDWAYO INDABA