AMAPOLISA AYAKUNIKA UMVUZO WER100 000 XA UNOKUZA NOMKHONDO OPHELELEYO

Iqela leNkonzo yesiPolisa kwiphondo leMpuma Koloni licela uncedo kuluntu kwaye linikezela ngembuyekezo yemali efikelela kwi-R100 000.00 kuye nabani nha onganolwazi olungakhokelela ekubanjweni nasekutshutshisweni ngempumelelo komrhanelwa onobungozi ogama linguSibusiso Nzuzo (37) owaqhwesha entilongweni.

Iziko loLuleko lase-SADA ngo-Agasti ka-2020 litho UNzuzo wakwazile ukuqhwesha eluvalelweni lwangoLwesihlanu, umhla we-14 ku-Agasti 2020 kunye namanye amabanjwa amahlanu(5) awaphinda abanjwa, kodwa hayi uNzuzo.

UNzuzo wavalelwa emva kwezityholo zokubandakanyeka ekubulaweni kwabantu abathathu(3) ilixhegwazana kunye namantombazana amabini asakhulayo, abathi izidumbu zabo zafunyanwa zintanta phezu kwamanzi eTsomo kwiminyaka emibini eyadlulayo.

Kucelwa nabani na onokuthi ancedise kuphando okanye onokuba nolwazi olunokukhokelela ekuchongeni nasekubanjweni kukaSibusiso Nzuzo ukuba aqhagamshelane nenkokeli yeqela eliphandayo ku-082 921 0827 okanye iCrime Stop ku-08600 10111. iyimfihlo kwaye abafowunayo banokuhlala bengaziwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
20.6 ° C
20.6 °
20.6 °
89 %
2.4kmh
60 %
Sat
28 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
15 °

EZITHANDWAYO INDABA