Awuqini umnqwazi ngesiganeko sokubhubha kukaNathi Mthethwa

UMzantsi Afrika kuquka neenkokheli zamaqela ezoPolitiko athile,abaxolanga kwaphela ziingxelo ezingqonge ukubhubha kukaNathi Mthethwa.

Lowayesakuba nguMphathiswa wezobuGcisa iMidlalo neNkcubeko kunye nenkonzo yesipolisa ubhubhe izolo kwelaseParis eFrance. Ingxelo zamajelo eendaba, zichaza ukuba uNathi ukhe waduka phambi kokuba kufunyanwe umzimba wakhe uthe natya kwinyawo zeHotele ebekuyo. Zikwathi unkosikazi wakhe uye wafumana umyalezo osuka kuye bonus impawu zokuzibulala, kodwa nangona kunjalo akukangqinisiswa ukuba kunjalo kusini na.

Sithetha nje abasemagunyeni kwezomthetho basaphanda ngokubhubha kukaNathi kuquka nengxelo elindelweyo eyakutsho ngokusesikweni ukuba uNathi ubhubhe njani.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
22.3 ° C
22.3 °
22.3 °
81 %
2.4kmh
100 %
Thu
22 °
Fri
35 °
Sat
25 °
Sun
19 °
Mon
19 °

EZITHANDWAYO INDABA