AZI UMNTWANA WONE BANI DE ATSHISWE ESAZE NGOBUSO

Lenyanga iphela usapho lakwaLucas luphiwe igama elitsha lokuba ngabazili. Oku kuza emva ngokuba intombazana yabo uTezlin Lucas oneminyaka esibhozo, nobesenza ibanga lesibini (grade 2) kwisikolo samabanga aphantsi saseWalmer ethe walahleka ngomhla wamashumi amabini ananye ze kwafunyanwa umzimba ngomhla wamashumi amabini anesine kule yeKhala kude kufutshane kunekhaya lakhe kwibhodlo elingahlali bantu.

Ngokwengxelo umzimba walentwazana ufunyenwe kwingingqi yaseMarikana eGqeberha, amapolisa angqinile ukuba umzimba kaTezline ubutshile kanobom nto leyo eyenze kubenzima ukuba usapho lukwazi ukufanisa. Amapolisa aphanda ityala lokubulala kodwa akukabanjwa mntu.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
17.8 ° C
17.8 °
17.8 °
88 %
1.9kmh
98 %
Sun
17 °
Mon
22 °
Tue
24 °
Wed
31 °
Thu
33 °

EZITHANDWAYO INDABA