Bakhalela amanzi kunye nombane abahlali ba KwaBhaca.

Abafundi babuyele emakhaya emva kokuba indlela ivaliwe phakathi koShinta nakuMntwana.

Kunzima kubaqubi ukudlula phakathi kwezindawo zombini njengoba abahlali benesikhalazo sokungahoywa kwesicelo sabo sokulungiselwa amanzi nombane kwindawo abahlala kuzo, oku kuza emveni kokuba lendawo ineeveki ezinthathu inengxaki yombane, kanti kwicala lamanzi baphila ngokuwathenga.

Abahlali bavale indlela beqhankqalaza de batshisa namatayara endleleni kuze kungabikho ntshukumo zeemoto ezidlulayo.

Amapolisa ngawo lomzuzu asendaweni yexhwayelo ukucenga abahlali bayeke oluqhankqalazo balwenzayo okanye baqhankqalaze ngocwangco.

Aba bahlali bafuna lo masipala aphendule izicelo zabo zokulungiselelwa amanzi nombane.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
28 ° C
28 °
28 °
51 %
0.9kmh
43 %
Fri
34 °
Sat
29 °
Sun
18 °
Mon
19 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA