Batshe bangqungqa abantwana(3) ngethuba belele kwityotyombe eNew Brighton eGqeberha namhlanje.
Ekubuyeni kwakhe, withuswe ngumbono wetyotyombe lakhe elibona lisitsh. Abamelwane abakufutshane bazamile kangangoko ukubasindisa abantwana kodwa lomizamo yaphanza kuba umlilo ubuleohuza amadangatya kakhulu. Ngelishwa abantwana bobathathu baye babhubha kuloomlilo.
Umlilo uye wacinywa ngabacimi mlilo. Abantwana ababhubhileyo nguLanele Salaza (inkwenkwe eneenyanga ezilishumi elinanye11), uThulani Salaza (inkwenkwe eneminyaka emihlanu5) kunye noLukuwe Salaza (intombazana eneminyaka emithathu3 ubudala).
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
clear sky
14.6
°
C
14.6
°
14.6
°
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14
°
Wed
32
°
Thu
32
°
Fri
33
°
Sat
22
°

