BATSHO BANCAMA BEZAMA UKUFUMANA KWEZI R350 KWATHIWA BAYAPHANGELA KWAYE BA REGISTERED FOR UIF ABASE MACLEAR

Iqela (more than 40) labantu abatsha eMaclear abakwazanga kuxhamla kwiR350 kuba babhaliswe njengabaphangeli. Babaleke bangena bembonzeleka kwa Dept of Labour ngelizokusabela lomhlola wokukhatywa kwezicelo zabo zokuxhamla kulempahla eyi R350.

Baye bajongwa kwi system kwafikwa inkcukacha zabo zivela njengabantu abaphangelela indawo ebizwa Andilande Trading. Omnye wabo oyintwazana eneminyaka 25 ubudala ngokwengxelo yakwa Labour eberhola R10,000 ngenyanga kwaye uqale ngo 2020, kodwa umhlola lentwazana zange yaphangela.

Ulivulelwe ityala ungqondongqondo welishishini liziphilisa ngokutya imali ngondlela mnyama, uye wabanjwa kodwa wakhawuleza wafumana Bail, uyavela kusasa Thursday 02nd December 2021 kwi nkundla ka Mantyi.

Hayi kodwa akabacingelanga abantwana babantu kwaye ndinomdla wokuva uba wenze njani ukufumana details zabo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA