Dutywa:Ingozi emasikizi nesibe imiphefumlo yabantu
Ngabantu ababini abaphulukene nobomi babo ngelixa abane(4) befumane umonzakalo omandundu kwingozi yezithuthi emasikizi.
Ngokwengxelo evela kwiSebe lezothutho kuvakala ukuba kungqubane iimoto ezimbini. Ezizithuthi ebezisuka kumacala ohlukeneyo. Isithuthi sohlobo lwe Isuzu LDV kutyholwa ukuba ibiqhutywa yindoda enye kunye nomkhweli othile isuka eMthatha logama iRav 4 SUV Toyota inabakhweli abahlanu isuka kwicala laseDutywa. Zombini ezi zithuthi zingquzulane ngeentloko. Ababini abangamadoda umqhubi kunye nomkhweli oyindoda kwiRAV 4 SUV basweleka ngoko nangoko ngelixa abanye abane(4) ababekhwele kuyo bafumane ukonzakala okumandundu kuquka nomqhubi wesinye isithuthi (Isuzu LDV).
Newsletter Subscription
- Advertisement -
King William's Town
overcast clouds
13.4
°
C
13.4
°
13.4
°
67 %
4.8kmh
93 %
Thu
13
°
Fri
16
°
Sat
34
°
Sun
25
°
Mon
30
°