21.9 C
King William's Town
Thursday, April 4, 2024

I-UDM ilindele ukuba uGodongwana acacise ukuba uzakulukhulisa njani uqoqosho

Umbutho iUnited Democratic Movement (UDM) uthi ulindele ukuba umphathiswa wezemali uEnoch Godongwana acacise ngendlela azimisele ngayo ukukhulisa uqoqosho.

Lo mbutho uthi ukwalindele ukuba achaze ukuba izithembiso ezenziwe ngumongameli uCyril Ramaphosa kwintetho yakhe yobume besizwe (SONA) ziza kuzalisekiswa njani.

UGodongwana uza kwenza iNtetho yoHlahlo-lwabiwo-mali luka-2024 ngale njikalanga.

Usekela mongameli weUDM uNqabayomzi Kwankwa uthi umbutho wakhe ufuna ukwazi ukuba uGodongwana uzakuyifumana njani imali yokuxhasa imicelimngeni eyahlukeneyo elijongene nayo ilizwe.

“Isicwangciso sendlela yokujongana neendleko zokuphila elizifumana likulo ilizwe ngenxa yamaxabiso aphezulu ombane. Inqanaba eliphezulu [lokungabikho kwemisebenzi] kunye neminye imingeni emininzi. Yayijonge ukunqanda urhwaphilizo kunye norhulumente njengenye yempatho gwenxa yezibonelelo zombuso ngokubanzi,” utshilo uKwankwa.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
21.9 ° C
21.9 °
21.9 °
41 %
3.1kmh
0 %
Thu
22 °
Fri
19 °
Sat
13 °
Sun
16 °
Mon
21 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks