IDA ityelele indawo ayachatshazelwa zizikhukula eNelson Mandela Bay

Umbutho iDemocratic Alliance eMpuma Koloni uqalise utyelelo lokongamela ukukhangela ubungakanani bomonakalo owenziwe zizikhukula zakutsha nje kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay.

Bathi umonakalo wamva nje wezikhukhula kumasipala ombaxa ngewucuthiwe ukuba umasipala ebethathele ingqalelo isikhukula senyanga kweyeSilimela kwaye athathe amanyathelo akhawulezileyo okuthintela.

Kodwa olu tyelelo lunezimvo ezahlukileyo kuluntu. Abanye bakubona oku njengethuba lokufumana amanqaku ezopolitiko besebenzisa ukubandezeleka kwabo.

Abanye bavumile ukuba oko kwabakho iimpuphuma zikaJuni akukho nto yenziweyo ukulungisa iziseko ezonakalisiweyo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA