21.2 C
King William's Town
Thursday, November 30, 2023

Iimviwo zematriki ziqale kakuhle: ISebe leMfundo

ISebe leMfundo esiSiseko lithi iimviwo zokuphela konyaka ka-2023 zebanga leshumi ziqale kakuhle izolo. Bangaphezu kwama-700 000 abafundi abahlalele iimviwo zabo zokuqala, isiNgesi iphepha lokuqala, kwilizwe liphela.

Isithethi seli Sebe uElijah Mhlanga uthi basalindele ingxelo yokugqibela malunga nokuba uviwo luhambe njani kuwo onke amaphondo kodwa okwangoku akukabikho ziganeko zixeliweyo.

“Izinto zihambe kakuhle, ngokususela kwiminxeba yokuqala ebesiyifowunele kumaphondo sijonga imisebenzi yosuku. Silindele iingxelo ezibhaliweyo eziza kuza emva kwemini ngale njikalanga kodwa zintle kakhulu.”

Uthi, “Emva kwesiganeko sika-2020 sokuvuza kwephepha lemibuzo ngo-2021, sakwazi ukuwakhusela onke amaphepha; ngo-2022, senza okufanayo. Kodwa asikhathali, siye saqhubeka nokubeka amanyathelo angakumbi okuqinisekisa ukuba ngeli xesha akwenzeki. Sikholelwa ukuba oko sikwenzileyo kuya kusinceda, kwaye sithandazela ukuba izinto zihambe ngokwesicwangciso.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
scattered clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
26 %
6.9kmh
40 %
Thu
27 °
Fri
40 °
Sat
24 °
Sun
26 °
Mon
23 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks