Isithethi samapolisa kuMasipala weTheku uBoysie Zundu uthi bajongene nengxinano emandla yezithuthi. UZundu uthi, Kungoku nje, u-N3 uvalwe ziiteksi, zombini iindlela zichaphazelekile. Kweli nqanaba, abazazi ukuba zithini izikhalazo. Zonke iinkonzo zizama ukunceda.
Amapolisa kaMasipala akwindawo yexhwayelo, iSAPS ikwindawo yexhwayelo ukunqanda ukulibaziseka kwaye kucetyiswa abaqhubi beemoto ukuba baphephe u-N3 ukunqanda ulibaziseko.
By Anita Qubula.

