Iindlela zikhoba kwi4x4 experience nequmla ngeGwadana.

Indlela zikhomba kumhlaba waseDutywa kwilali yaseSheshegu. Kaloku iDiginfluence, neyinkampani yentengiso emniniyo nguAphiwe Qina novule entsha sha i4x4 Experience.

Eliphulo litsha, kulindeleke ukuba litsale umdla kuninzi loluntu, kuquka nabakhenkethi abangafane bangene ezizalalini. I4x4 Experience izakuba ngumdyarho wemoto eziphezulu, nozakubanohambo oluqala eKwarin Village ezinze eNgxakaxa iyokutsho ngakummandla waseGwadane ityutya neziphaluka. Konke oku kusenzelwa ukuba ubone ubuhle bendalo kuquka nophuhliso lwasemaphandleni.

UAphiwe Qina nongumnikazi weliphulo, kudala ekwenza okufana noku nanjengoko ekwanguye noManejala wosasiwayo, abanye kuquka nabasasazi boMhlobo wenene uSlyso noYanga. Uzimisele kuphihliso lolutsha kwaye ukubona oko kwimisebenzi yangaphambili akhe wayenza efana neMbhashe entrepreneurs workshop.

Xa ufuna ukuzimasa lomsitho qiniseka iyakroba kwiPage yaseKwarin Village okanye ekaAP Qina.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
21.7 ° C
21.7 °
21.7 °
51 %
5.3kmh
0 %
Tue
20 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA