Iingcali zithi ziyingozi kwimpilo yamanina iziqhusheko zangasese

Intloko yeSebe leKhemistri kwiDyunivesithi yaseFreyistata uDeon Visser uthi uvavanyo olwenziwe ixesha elide kwiziqhusheko zamanina namantombazana kweli, luveze ukuba zinekhemikhali eziyingozi nezinokubeka impilo yamanina esichengeni.

iipads ezihloliweyo, kufumaniseke ukuba zinongcoliseko olunokukhokelela kwizigulo ezahlukeneyo, eziquka ubudlolo bokungazali kuquka nesifo somhlaza kwezinye.

Uphononongo olwenziwa liziko lufumanise ukuba ziintlobo ezingaphaya kwamashumi amabini anesithathu(23) zeephedi zococeko ziqulathe ubuncinci balekhemikhali.

Unjingalwazi uVisser uthi uphando lubonisa ukuba iipads ezithile ngenene ziyingozi kwaye oku kwasiwa kurhulumente ukuze akuqaphele oku kwaye athathe amanyathelo. Kodwa nangona kunjalo kusalindiwe ukuba loomanyathelo athathwe logana uphando nokuvundlisa iinkampani ezenza lemveliso ukuba ziqaphele.

Ezimpawu kukwafunyaniswe ukuba nakumanapkeni athile asetyenziswa ngabantwana, zikhona ezibonakalo. Kananjalo uluntu lusabambe ongezantsi kukothuka logama wonke ubani esaxakiwe yinkqubela phambili ngoku nococeko lwabasetyhini.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
34 ° C
34 °
34 °
33 %
3.2kmh
53 %
Fri
34 °
Sat
29 °
Sun
18 °
Mon
19 °
Tue
19 °

EZITHANDWAYO INDABA