Uyavela enkundleni yamatyala eMtata umrhanelwa odlwengule umfundi weKholeji

NgeCawa umhla we22 ka Fe 2026, amapolisa abambe umrhanelwa oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu(26) ubudala ngokudlwengula kulandela isiganeko ekutyholwa ukuba senzeke kwenye yeekholeji zeTVET eMthatha ngoMgqibelo.

Ngokwengxelo yenkonzo yesiPolisa ngomhla we-14 Feb malanga nentsimbi yesithandathu 06h00 ixhoba elineminyaka elishumi elinesithoba (umfundi oyintombazana) belisela utywala neqela labanye abantu bekomnye wabafundi. Kukholelwa ukuba uye ke tipa bobotywala xa kutyholwa. Ukanti kuye ke kamva umfundi wakuvuka waqaphela iimpawu zokudlwengulwa.

Khange alibazise ke, wandula ukuxelela amapolisa. Amapolisa athathe iisampulu ezisemthethweni kwabanye abantu abanomdla ukuze kuphandwe.Kuye ke kwabanjwa umrhanelwa omnye nekulindeleke ukuba avele phambi kwenkundla kamantyi eMthatha namhlanje.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
84 %
0.5kmh
95 %
Sun
21 °
Mon
21 °
Tue
23 °
Wed
30 °
Thu
32 °

EZITHANDWAYO INDABA