18.3 C
King William's Town
Friday, February 14, 2025

ILusiki-siki izakubaneyona bhulorho yakhe yankulu.

ILUSIKISIKI IZAKUBA NEYONA BHULORHO YAYIKHE YANKULU NEZAKUBA NGEYESITHUTHU UKUBA NKULU KWILIZWEKAZI IAFRIKA

Ukwakhiwa kwebhulorho ekufutshane neLusikisiki iMasikaba nezakuthi ikwazi ukuhlawula abasebenzi kwimali emalunga nezigidi ezingamakhulu asixhenxe anamashumi amahlanu ( 750 million) , imiselwe ukudala malunga namashumi asibhozo yemisebenzi yexesha elizeleyo eluntwini.

Leblorho inqumla kumlambo iMasikaba kufuphi naseLusikisiki kwaye injongo yayo kukucutha ngokumandla amaxesha okuhamba kwezithuthi zomthwalo omkhulu ezihamba phakathi kweKwazulu Natal neMpuma koloni.

Ibhulorho iMasikaba kunye nephulo lendlela uN2 Wild Cost inokuba luncedo kubakhweli kunye nabahlali bommandla weendleko phakathi kwePort St John’s ne Port Edward.

Ngokwengxelo kaMbulelo Peterson ongumphathi wenginqi kummandla ongezantsi kukaSanral uthe lebhulorho izakufikelela kwikhulu elinamashumi alithoba (195) eemitha nekhulu elinamashumi amabini anesibhozo (128) ukuphakama nto leyo eyenza ibe yiblorho yesithathu ngobukhulu kwilizwekazi laseAfrika.

Yakube igqityiwe ibhloko, umsebenzi oqhubekayo kwiblorho ulindeleke udale imisebenzi ethe ngqo(direct jobs) engamakhulu alithoba, kwakunye neshumi elinesibhozo lamawaka elinamskhulu alithoba emisebenzi engathanga ngqo(indirect jobs).

Ingxelo:Athule Mangena

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
18.3 ° C
18.3 °
18.3 °
86 %
1.3kmh
92 %
Fri
18 °
Sat
29 °
Sun
32 °
Mon
32 °
Tue
31 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks