By Sophumelela Singqota
I-Arhente yoKhuseleko lwezeNtlalo yaseMzantsi Afrika (i-SASSA) iqinisekise imihla yokuhlawulwa kwezibonelelo zentlalo kwinyanga yoMnga ka-2025.
Imihla yokuhlawulwa kwemali yesibonelelo kwinyanga yoMnga 2025
ISibonelelo sabantu abadala: NgoLwesibini, 2 kweyoMnga 2025
ISibonelelo solukhubazeka: NgoLwesithathu, umhla wesi-3 kweyoMnga 2025
ISibonelelo sabantwana: NgoLwesine, umhla wesi-4 kweyoMnga 2025

