12.7 C
King William's Town
Thursday, October 9, 2025

Indadi yoMzantsti uChad uthi akakancami nangona kunzima kuye

Indadi yodumo eywziwayo neyenza ezibukwayo kwiiolimpiki ezigqithileyo Meeks eli loMzantsi Afrika ngempumelelo ukhawuleze waphuma ngethuba ephuma isibini kumgama wekhulu kwibuterfly izolo kwiParis 2024. UChad akalenzanga ixesha kuba ubekwindaeo yamashumi amabini anesine ephosa ukuba kwindawo yeshumi elinesithandathu.

Nangona kunjalo uChad uthi usezakuqhubekeka edada, lo Jackson le Clios ubonakale ebambe igxalaba emva kokugqqiba kwakhe.

Ukhumbule ukuba uChad le Clos noneminyaka engamashumi amathathu anesibini ubudala waphuma kwindawo anesihlanu kumgama wamakhulu amabini kwiButerfly kwiTokyo 2020. Lendadi ibinethemba lokufika kumagqibela kankqoyi kulomgama nanjengoko yaphumelelabkuwo isilivere kwiLondon 2912 nakwiRio 2016.

uChad uthi akanikezeli nangona ebonakala ekwaziva ebethekile ngenxa yomonzakalo emqolo negxalaba ikakhulu.

UChad le Clos usafuna ukubetha uRyan Lochte owafumana iindondo ezingamashumi amabini anesine(24) kuzo wabe ufumane iigolide ezilishumi elinesine(14), kanti tena kule Clos egameni lakhe uneendondo ezilishumi elinethoba(19) ufumene iigolide ezilishumi elinesibini(12)

By Siphiwo Boqwana

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
12.7 ° C
12.7 °
12.7 °
92 %
1.6kmh
3 %
Thu
27 °
Fri
32 °
Sat
20 °
Sun
17 °
Mon
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks