15.1 C
King William's Town
Thursday, October 2, 2025

Ingaba uMngqithi uzakuziphindezela ngokubetha i-Sundowns okanye i-Sundowns izakuyibhuqa kanobom iArrows? Sawutya efileyo thina.

By Siphiwo Boqwana.

UManqoba Mngqithi ubuyele ekhaya KwaZulu-Natal emva kokunikwa uphumaphele kwiMamelodi Sundowns elandela ezithendeni zokugxothwa kuka-Rhulani Mokoena, uManqoba sele evela kuliqeqesha eliqela atyikitye kulo iGolden Arrows nebisakuqeqeshwa nguMabhuti Khanyeza nosele ekwiqela lebhola ekhatywayo laseMpuma Kapa nelizinze eGqeberha xakungoku nje, iChippa United.

Izolo abafana besithende bavakalise ukuba batyikitye umqeqeshi omtsha uManqoba Mngqithi nobekade ehleli nje engenzinto emva kokuphelelwa ngumsebenzi kwiqela lebhola ekhatywayo lasePitoli, iKa Bu Yellow.

Kungoku nje i-Arrows izakuqubisana neMamelodi Sundowns ngomso umhla wesihlanu (05) kwinyanga yoKwindla uLwesithathu ezintsukwini. Eli qela laseMnambithi i-Golden Arrows belisakuqeqeshwa nguBilankulu noDigakcia ababelidlalela ngaphambili.

Lo mdlalo uzakudlalelwa kumaBala iMpumalanga ngecala emva kwentsimbi yesixhenxe (19h30) ebusuku ngomso.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
15.1 ° C
15.1 °
15.1 °
57 %
5.2kmh
98 %
Thu
15 °
Fri
16 °
Sat
34 °
Sun
25 °
Mon
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks