18.2 C
King William's Town
Wednesday, March 26, 2025

Ingozi emasikizi nesibe imiphefumlo emine(4)

Ngabantu abane ingamadoda onke abaphulukene nobomi kwingozi emasikizi yesithuthu kuhola wendlela uN2 namhlanje.

Sisithuthi sohlobo lweVW Vivo egaxeleke engozini ngethuba ingqubana nelori ebihamba kuhola wendlela uN2 kude kufuphi nebhulorho iKei Bridge xa usuka eMonti.

Kutyholwa ukuba umqhubi weVivo uphulukene nolawulo lwesithuthi ngelixa eqhuba esingise kwiBhulorho yaseKei ukusuka kwicala laseMonti. Ngelishwa ukugqibeka kwayo kulelori kwenze ukuba babhubhe bonke kwindawo yexhwayelo.

 

Umqhubi weloli kunye nabakhweli bakhe ababini(2) baphume kulengozi bengonzakalanga.

Iimeko ezingqonge unobangela wengozi azikakaziwa okwangoku

Ityala lokubulala ngokungenanjongo livuliwe eKomga ngamapolisa ukuze kuqhutyekwe nophando.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
18.2 ° C
18.2 °
18.2 °
92 %
1.1kmh
21 %
Wed
18 °
Thu
22 °
Fri
26 °
Sat
27 °
Sun
25 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks