Inxeba lokhubhujelwa kabuhlungu ngabantwana, ngaxeshalinye alinakucaciswa.

Usapho lakwaFodo eNgqeleni alulali buhlayo, nanjengoko ilifu elimnyama ligubungele olusapho.

Kaloku ngokwengxelo yeEastern Cape Daily News, ithi ngomhla we(27 December 2023) abantwana abathathu, uAphiwe Fodo; Zintle Fodo kunye noOnothando Fodo basutywe kukufa bekuhola wendlela uN2 kude kufuphi naseKokstad, kuhambo oluphuma kwaZulu Natal besingise ekhayeni. Abantwana baphume eKZN bebeyokugqibezela iiholide zokuphela konyaka nezizalwane zabo.

Okulilishwa kukuba abantwana, bagilene nokufa xa isithuthi sabo nebesiqhitywa ngomye wabo,sithe sagaxeleka engizini. Isibini kubo sibhubhele kwindawo yexhwayelo logama owesithathu ethe wabhubhela esibhedle.

Kulindeleke ukuba babekwe kwikhaya lokugqibela ngomhla wesihlanu(5 Jan 2024) eNgqeleni.

 

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA