Isaqhwithi kuThongathi sibulale abahlanu, sishiya abantu bengenamakhaya.

Abantu abasixhenxe (7) abaquka nomntwana babhubhe kwisaqhithi esibangele umonakalo omkhulu kuThongathi, kumantla eTheku. Abantu abaninzi bashiywe bengenamakhaya.

Iidolophu ezigudle unxweme kumntla wesixeko zibe zezona zichaphazeleke ngamandla, njengoko kuthe gqolo ukonakaliswa kolwakhiwo, iindlela, kunye neziseko ezingundoqo ezichazwe kuThongathi.
Kuvulwe iiholo zasekuhlaleni ukuze kubekho indawo yokuhlala nokutya kubahlali abachaphazelekileyo. Iindawo ezininzi eThongathi akufikeki kuzo ngenxa yemithi ewileyo kunye neentambo zombane ezivelileyo.

Umasipala waseThekwini unike ingxelo yokuba iindawo ezikwintshona yesixeko nazo zichaphazelekile.
Iividiyo ezichazwa ngabahlali njengenkanyamba zijikeleza kumakhasi onxibelelwano. Iindlela ezininzi zivalwe yimithi encothukileyo.

Umhlali uphefumle ngelithi, ilokishi yonke ichaphazelekile kwaye baxakiwe kuba bayaqala ukubona into enje.

By Anita Qubula.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
14.6 ° C
14.6 °
14.6 °
85 %
2.7kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA