ISebe lezoThutho eKZN liqalise uphando ngengozi eye yabulala abalandeli beEFF abali-12.

By Asemahle Mbete.

ISebe lezoThutho KwaZulu-Natal liqalise uphando ngengozi yebhasi ethe yasuba imiphefumlo yabalandeli abalishumi elinesibini be-Economic Freedom Fighters (EFF).

Kuhola wendlela uR34 ngaseVryheid ngobusku bangoMvulo, iloli itshayise ibhasi ebikhwele aba balandeli beqela leEFF. Le ngozi ishiye ifuthe elibi kuhola wendlela uR34, nto leyo enyanzelise ukuvalwa kwendlela.

Njengoko iinkonzo zikaxakeka zisebenza kwindawo yengozi, umnqwazi we-EFF ovela kwelinye lamaxhoba

Ukuzakuth ga ngoku abantu abaqinisekisiweyo ukuba babhubhile balishumi elinesibini (12), abanye abalishumi (10) bonzekele kakhulu, abangamashumi amabini anesibini (22) bonzakala kancinci, isithandathu (6) ebesikhwele kwiloli sasinda singenawo nomonzakalo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.3 ° C
20.3 °
20.3 °
81 %
1.2kmh
93 %
Fri
35 °
Sat
28 °
Sun
19 °
Mon
20 °
Tue
20 °

EZITHANDWAYO INDABA