Isinde cebetshu iSundowns, xa ibiqubisana neOrlando Pirates.

IZIBUYISILE IZITYA IORLANDO PIRATES NGEXA ISUNDOWNS ISINDE NGEZIKASIBI

Zenzekile izinto kwiMTN8 ngethuba kudlalwa kwiMTN8 indebe yokuqala yesizini. Kumdlalo wokuqala nobudlalelwa eFNB ngomgqibelo iMamelodi Sundowns ifake inqaku kumzuzu wokugqibelo emva kokuhamba phambili kweqela leChiefs seyisithi iwuphumelele umdlalo. Umdlalo weChiefs neSundowns uphele entanganye lamaqela ngenqaku macala.

IOrlando Pirates iphantse yabona kakubi ngethuba ibuya kakubi kwisiqingatha sesibini ngethuba ubuya ngemva kwiStellenbosch nebihamba phambili kwisiqingatha sokuqala ngenqaku eqandeni kodwa ezikamagebhula zabuya kwisiqingatha sesibini yafaka amanqaku amabini elinye xa kanye sekuzakuphela umdlalo nto leyo eyenze ukuba iPirates iwuphumelele umdlalo womlenze wokuqala ngamanqaku amabini kwelinye. IStellies besidlwla ngabadlali abangaphelelanga emva kokuba umdlali wabo uMolotsane efumene ikhadi elibomvu.

Amabhakabhaka neminwana phezulu basethubeni lokuya kumagqibela kankqoyi kuba omabini lamaqela afake amanqaku ekuhambeni lonto ithi omabini anqenqeza phambili ukuya kuhlinzeka kumlenze wesibini.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
light rain
23.1 ° C
23.1 °
23.1 °
79 %
2kmh
83 %
Sat
24 °
Sun
18 °
Mon
21 °
Tue
18 °
Wed
28 °

EZITHANDWAYO INDABA