Ixhoba lengozi emanyumnyezi elifunyenwe ku-N2

Abecuphi baseKabega Park eGqeberha bafuna uncedo kuluntu ukuze kuchongwe indoda ebelixhoba lengozi emanyumnyezi ngoLwesithathu.

Isithethi samapolisa uColonel Priscilla Naidu uthi amapolisa aphendule kwisikhalo somzimba obulele kuhola wendlela uN2 phakathi kweSt Albans/Blue Horizon Bay kunye neGreensbushes off-ramp.

Uthi akufika amapolisa ngentsimbi ye-21.30 afumanisa le ndoda ingaziwayo yenzakale kakhulu, amanye amalungu omzimba eqhawukile.

Iselula yeAlcatel emnyama nangwevu nayo yafunyanwa kude kufuphi nendawo yexhwayelo.

Amapolisa ngoku azama ukukhangela ixhoba ukuze kwaziswe isizalwane salo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
19.5 ° C
19.5 °
19.5 °
90 %
2.6kmh
71 %
Sat
19 °
Sun
18 °
Mon
22 °
Tue
19 °
Wed
30 °

EZITHANDWAYO INDABA