17.2 C
King William's Town
Saturday, December 2, 2023

Ize kakubi iMpuma Koloni kwezomculo, neemvumi zayo.

Igqala lomculo wokholo, kwiphondo leMpuma Koloni uButho Vuthela, uchongiwe.

Lemvumi ichongwe emagqabini kumnyhadala omkhulu weCrown Gospel Music Awards, nezizakubanjwa eRawutini ngomhla we( 26 November 2023) UButho ukukhuphiswano lokuwina imbasa kwingoma yakhe yodumo ethi “Bambelela ethembeni”. Lengoma izenzela udumo kaloku kumakhasi ezonxibelelwano uTik- tok apho amakhulu-khulu akhethe ukuzivocavoca ngayo kambe abanye benqula uThixo.

Kaloku uVuthela uneminyaka engaphaya kwamashumi amabini eseqongeni lomculo. Uwa evuka nesisakhono nathembele kuso ukuba sizakumbeka emagqabini apho abhalele khona.

Uyacela kuluntu luvote kangangoko ingoma yonyaka ubhale “Bhutho Crown2” ku 34069

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
17.2 ° C
17.2 °
17.2 °
78 %
1.8kmh
89 %
Sat
24 °
Sun
27 °
Mon
17 °
Tue
21 °
Wed
16 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks