Kubanjwe abantu abahlanu malunga nokuvelisa ukutya ngoku ngekho semthethweni eKapa

 

Iziphathamandla zesixeko saseKapa kunye namapolisa abambe abantu abahlanu malunga nephulo lokuvelisa ukutya ngaphandle kwempepha-mvume eMfuleni.
Emva kokwaziswa, abasemagunyeni bahlola indawo baza bafumanisa isausage ilungiswa kwaye ipakishwa phantsi kweemeko ezingacocekanga.

Ilungu leKomiti kaSodolophu kuKhuseleko, uJP Smith, uthi iimeko zokungacoceki kweli ziko zenza “ingozi enkulu yempilo kubathengi”. USmith wongeze ngelithi umnini kunye nabasebenzi abane barhaneleka ngokuba kweli lizwe ngokungekho mthethweni. Iingcali ze-forensic ziqhuba uvavanyo olongezelelweyo kwizinto ezikule ndawo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA