Kubhubhe abantu abathathu kwingozi yemoto eGcuwa

Kubhubhe abantu abathathu ngelixa kulimale ngokumasikizi ababini, emva kokuba imoto ebebehamba ngayo iphulukene nolawulo ze yabhukuqa kuhola wendlela u-N2 eGcuwa kufutshane neDyunivesithi iWalter Sisulu ngenj’ixukuxa ngezithuba zentsimbi yesithathu.

Isithuthi, i-VW Polo besikhwelise abantu abangamadoda abahlanu (5) besuka kwicala laseGcuwa xa umqhubi ephulukena nolawulo lwemoto yakhe, abakhweli abathathu baswelekele kwindawo yexhwayelo logama abonzakeleyo bengeniswe kwisibhedlele saseGcuwa.

Isizeka bani salengozi, kutyholwa ukuqhuba ngokungakhathali

Ityala lokubulala ngokungenanjongo livulwe kwisikhululo samapolisa aseMsobomvu

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA