KUBHUBHE UMFUNDI ONEMINYAKA EYI-20 UBUDALA PHAMBI KWAMASANGO ESIKOLO SAKHE.

Ngenjikalanga yangoLwesihlanu, kanye emva kokukhululwa kwabafundi ukuba bagoduke, kuye kwabhubha umfundi oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala.

NgoLwesihlanu, kanye emva kokukhululwa kwabafundi ukuba bagoduke, kwabakho ingxabano phakathi kwabafundi abangamadoda abaphuma kwindawo yaseGreenbushes naseTinarha eRocklands Combined School, kwaza kwaqhambuka umlo, lo mlo uye waqina wakhokelela kumfundi oyinkwenkwe oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala erhuqwa ngaphandle kwesithuthi seSesikolo.

Umoya nemmo yomlo yaguquka ngoko nangoko waba sisenzo sobundlobongela, apho umfundi oyindoda oneminyaka engamashumi amabini (20) ubudala wahlatywa waze washiywa enamanxeba amabi wokuhlatywa, waze wabhubha emveni kokulahlekelwa ligazi elininzi.

Lo mfundi kwathiwa uye wabhubhela phambi kwamasango esikolo.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
13.9 ° C
13.9 °
13.9 °
93 %
3kmh
0 %
Tue
14 °
Wed
32 °
Thu
32 °
Fri
33 °
Sat
22 °

EZITHANDWAYO INDABA