17.3 C
King William's Town
Tuesday, March 5, 2024

Kubhubhe umkhwetha amnye ze abathathu bangeniswa esibhedlele eLusikisiki

Kubhubhe umkhwetha kwiBhoma lakwilali yaseMvimvane eLusikisiki.

Ingxelo ithi ngabakhwetha abathathu abaphuthunyiswe esibhedlela iST Elizabeth eLusikisiki waze omnye wabhubhela eBhomeni emveni kokubulawa yindlala okanye ukunqongophala kokutya emzimbeni kuquka namanzi.

Ukanti inkokheli kuquka nezihlobo ebezivutha ngumsindo namhlanje zityhola impatho yangaphakathi ingakumbi kwabo baphethe amakhwenkwe ngelithi basilele ekudlaleni indima kukhuseleko lwabakhwetha ingakumbi kwiizidingo zomzimba. Baqhube bathi hleze bebenganikwa kutya kufanelekileyo nokulungele umkhwetha osekwimeko ebuzaza.

Iinkcukacha ezithe vetshe malunga nelinqku zizolandela

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
broken clouds
17.3 ° C
17.3 °
17.3 °
89 %
2.5kmh
63 %
Tue
28 °
Wed
27 °
Thu
32 °
Fri
30 °
Sat
27 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks