Kudutyulwe kwabulawa abarhanelwa ababini ekurhanelwa ukuba ziinkaba KwaZulu-Natal

 

Kudutyulwe kwabulawa abantu ababini abarhanelwa ukuba zinkabi emva kokudulana namapolisa eMahlabathini kunxweme olusemantla KwaZulu-Natal.

Amapolisa athi aba batyholwa bakholelwa ukuba bebesendleleni yokubulala umnini weteksi.
Amapolisa aqokelele ubuntlola malunga neli yelenqe.

Amapolisa athe akubona isithuthi sabarhanelwa kwindlela uP700 eMahlabathini, asebenzisa izibane eziluhlaza kunye neesayini ukuyalela abarhanelwa ukuba bamise.
Abarhanelwa baye bamisa phakathi nendlela ze bavulela imbumbulu emapoliseni , apho bathe badutyulwa basweleka. Ukanti bafunyenwe ne mipu emithathu kunye neembumbulu.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
clear sky
11.3 ° C
11.3 °
11.3 °
87 %
2.5kmh
0 %
Tue
25 °
Wed
32 °
Thu
33 °
Fri
33 °
Sat
23 °

EZITHANDWAYO INDABA