20.2 C
King William's Town
Tuesday, April 16, 2024

Liphinde lamiswa ityala lomnikazi waseNyobeni ekunye nowakwakhe namhlanje

Liphinde lamishwa ityala lomnikazi waseNyobeni Tarven uSiyakhangela Ndevu nobevele nowakwakhe uVuyokazi Ndevu kwinkudla kaMantyi namhlanje.

Limiselwe umhla we 05 eYedwarha 2022 ityala likaSiyakhangela Ndevu nongumikazi waseNyobeni ngezizathu ezithi igqwetha lika Ndevu alikabufumani bonke ubungqina bokuqhuba elityala.

Ngaphambili ibinguSiyakhangela Ndevu obevela emkhumbini wendlu kaMantyi kwelityala kodwa ngoku umbuso ugqibe kwelokuba uNkosikazi wakhe naye makavele nanjengoko iLisenisi yaseNyobeni ibhaliswe ngaye.

Ukanti abazali bathi aboneliseki luphando lwelityala nangendlela lo kaNdevu aziphethe ngayo nokungabonakalisi velwano kumasapho abo bathe balahlekelwa ngabantwana kwisehlo esenzeka kwindawo yentselo yaseNyobeni.

Ingxelo:Anita Qubula

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
overcast clouds
20.2 ° C
20.2 °
20.2 °
87 %
3.9kmh
99 %
Tue
20 °
Wed
31 °
Thu
29 °
Fri
30 °
Sat
32 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks