21.2 C
King William's Town
Wednesday, May 22, 2024

LUDALE ISANKXWE LAVUSA UMSINDO

LUDALE ISANKXWE LAVUSA UMSINDO udaba lomfundi ona 16yrs ubudala waphaya e Bisho High School apha kwi Phondo le Mpuma Koloni nothe wazibulala ngenxa yokuphathwa kakubi ngabanye abafundi esikolweni.

Kuyavakala kona ukuthi umfundi lo ozibuleleyo wayekhe wayibika lengxaki kotishala abathile nabakhankayo kwi voice note ejikeleza kumakhasi onxibelelwano, kodwa zange bamncedisa.

Simemelela kwisebe lemfundo esisiseko nakwi SACE ukuthi abatishala mabaphume kwesasikolo bayokukhangela omnye umsebenzi.

Ukhuseleko ezikolweni luxanduva lomntu wonke, phofu ndandikhe ndabhalela intloko yesebe ndenza isicelo sentlanganiso yokubonisana ngalomcimbi wokhuseleko, kude kube namhlanje zange abuyele kum nangona ndandibhale ngomhla we 04th August walonyaka, SOZE aphinde abuyele and nam andizophinda ndithethe.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
21.2 ° C
21.2 °
21.2 °
44 %
3.2kmh
13 %
Wed
26 °
Thu
22 °
Fri
16 °
Sat
22 °
Sun
20 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks