19.2 C
King William's Town
Saturday, April 13, 2024

Nca! phantsi igali elibekwe ngokungekho semthethweni

Umasipala ombaxa weBuffalo city kweliphondo lempuma koloni uthe gqolo ukuchitha chitha amagali abantu abokha ngokungekho mthethweni kumhlaba kamasipala.

Ngokwengxelo yakutshantshe ibhencisa ukuba ngamagali alikhulu elinesixhenxe(107) athe achithwa kude kufuphi nesikhululo senqwelo ntaka i King phalo kuledolophu yase Monti. Ingxelo ihambisa ithi eliphulo lokunqanda abo bazingenela kumhlaba kamasipala liqale ngenyanga ka September nalapho kwathi kwachithwa amagali angamashumi amabini anesithandathu(26) kulomasipala.

Ngokwesithethi salomasipala u Samkelo Ngwrnya uthi “bengumasipala bakulungele ukukhupha imisila yengwe enika isilumkiso kwabo bokhe ngokungekho mthethweni”. Oka Ngwrnya uthi bafuna ukuliqhuba eliphulo ngaphandle kwamakhwiniba kwanazityholo zokungalandelwa komthetho.

Ezibufana Indaba

Newsletter Subscription

- Advertisement -

Stay Connected

129,556FansLike
1,513FollowersFollow
66FollowersFollow
0SubscribersSubscribe
King William's Town
few clouds
19.2 ° C
19.2 °
19.2 °
43 %
3.7kmh
17 %
Sat
18 °
Sun
24 °
Mon
22 °
Tue
27 °
Wed
30 °

EZITHANDWAYO INDABA

Enable Notifications OK No thanks